lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu kidssxxghosts – jungle

Loading...

[verse 1: kidssxxghosts]
i hold it down for the real ones that just couldn’t really make it
power hungry knowing i’m a different dog, i said it
handling my business, you could never take my credit
father taught me things that some you n~ggas can’t inherit
product of a praying mother, i hope she lasts forever
playing afro beats, man i miss my n~gga trevor
these n~ggas tryna bring me to they level, that’s an error
cut from a different fabric, i can handle all the pressure
light skinned n~ggas take a seat when they takе a p~ss
i just whip my d~ck out cause i know that i’m a black king
biggest rapper in my city, talk to mе nice please
shawn cotton with the cotton, take a picture imma “say cheese”
i walk through the valley of the shadow of death
yeah, pedal to the medal ain’t gon stop till you stretched
ain’t gon lie i’m the best, i just know that i’m blessed
if i ever give it all up he would be unimpressed
[hook: kidssxxghosts]
white mercedes
like the 80s
where the ladies?
rock the daises
issa amazing
why we waiting?
now you playing
ass be shaking
white mercedes
like the 80s
where the ladies?
rock the daises
issa amazing
why we waiting?

[verse 2: flash ik~mkani]
ixanduva lam likhulu ilali isem qolo
ngoku flash uyibakhulu ubusithini izolo?
yeku nyantsa bantu ngoba soze ulazi ingomso
ewe iyadabana noko kuya kubangcono
way endijola nayo inje ngelanga lase qonce
xandiphambi komboko ndithethi nyan asoze ndixoke
zimincile ntshaba zam zinqwenela ndiflope
ndithe chu kweyam lane asoze tu ndistope
bendi thatho lose
insthaba bezivuya
sando loser mlu
ntliziyo ise buhlungu
hela ungandiqali mfethu ngoku ndino chuku
andazi ngendiphi nah ngaphandle komculo
le way ndiyeselayo ung~yiseli iya yobisa
ndidinge ezinyi ink emzimbeni nzohlobisa
uba undimoshile asoze ndibize ama polisa
uba funa ubone elinye icala nzakubonisa
uba ndiye ndadubuleka ndingu xhosa pac
ndili liwzi, ndiliqhawe ndimele ilali
besi trapper sandton nosaluka wam
anaxesha ba bathini ndiphili mbonowam
xandiphambi komboko kuvele kucaci nqoko nqoko
kwasoloko ndithethi nyan nothi ubuqhophololo
ukuze ndifike apha ndincedwe likholo
ndiseyi ntwana khula kwam bendinalo mbono
soze aphele umlilo wam ngoba ligcwele igoqo
ziya philisa ngoma ewe zinesondlo
umnqweno wam family kuba iphile ngcono
buyavala ndiyatyhuluba ndikhangeli skrobo
sondela nganeno nalo beef uba unesikrokro
kakhala bakhuluwa bathi mninawa unguphopho
zithetha ngam intshaba zam in0bo ndingu mlomo
[hook: kidssxxghosts]
white mercedes
like the 80s
where the ladies?
rock the daises
issa amazing
why we waiting?
now you playing
ass be shaking
white mercedes
like the 80s
where the ladies?
rock the daises
issa amazing
why we waiting?