lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zolani mahola – ndibambe

Loading...

[verse 1]
ndibambe, ndibambe
ndiyoyika oh lamlambo we dali wam
ndiyowela kulamlambo we dali wam
xa sileli kunye kwezi intsuku
andide ndifike kuwe
ndlebe aziva, s’thulu nguwe
undishiyile

[chorus]
dali, ndibambe, ndibambe
ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
ndiyowela kulamlambo we, dali wam

[verse 2]
wena ukude, kude okwephupho lebanjwa
langa liphuma emhlabeni njengomlilo
vul’ umlomo
dali, ndibambe

[chorus]
dali, ndibambe, ndibambe
ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
ndiyowela kulamlambo we, dali wam

dali, ndibambe, ndibambe
ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
ndiyowela kulamlambo we, dali wam
ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
ndiyowela kulamlambo we, dali wam


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...