lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zahara – nyamezela

Loading...

[chorus]
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe

ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe

[verse 1]
namhlanje ndinokholo
ubomi buzo tshintsha
ndiboni lizwe litsha
sinothando
andinanto esandleni
ndize kanye nkosi
liwa, libhek’ umoya
akukho themba

[chorus]
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe

[verse 2]
kubekdala ingcinga
ndihambe, ndibuye
kuwe ndlela, namhlanje ndine themba
ubomi buzo tshintsha (eish)
ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wam
namhlanje ndine themba
ubomi buzotshintsha
ndandisiya nezihlwele
kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa
undithembisile wothi uzobuya
ndibekuwe indlela namhlamje ndindo
ndandisiya nezihlwele
kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa
undithembisile uthi uzobuya
ndivekuwe indlela namhlamje ndindodwa

[chorus]
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe
ndizonyamezela
ndide ndifike kuwe
ndizonyamezela
imihla yam yolulwe


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...