lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zahara – ndiza

Loading...

[verse 1]
ndihambile
ndibonile
bandixelele
bandinikile
ndingafunanga
ndingabuzanga

[chorus]
ndiza kundiza
ndizaw’buya ndikuphathel’ intliziyo yami
uzuyenze msulwa yona
ndiza ndizakundiza

[verse 2]
ndizam’ ukucinga
ndiyahluleka
ingqondo yami, iyakhawuleza
kuyehlwa kuyasa
k-m kuyafana
ndonakele

[chorus]
ndiza kundiza
ndizaw’buya ndikuphathel’ intliziyo yami
uzuyenze msulwa yona
ndiza ndizakundiza
ndizaw’buya ndikuphathel’ intliziyo yami
uzuyenze msulwa yona
ndiza kundiza
ndizaw’buya ndikuphathel’ intliziyo yami
uzuyenze msulwa yona
ndiza ndizakundiza
ndizaw’buya ndikuphathel’ intliziyo yami
uzuyenze msulwa yona

Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...