lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zahara – mgodi

Loading...

[verse]
ewe, ndiyavuma
ndikhubekile kwi~gravel
intuthu emehlwen’ ami
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani
ewe, ndiyavuma
ndikhubekile mna kwi~gravel
intutho emehlwen’ ami

[refrain]
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani

[chorus]
mgodi, mgodi
ndizimela ngawe
mgodi, mgodi
ndizimela ngawe
mgodi, mgodi
ndizimela ngawe

[post~chorus]
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani
[chorus]
mgodi, mgodi
ndizimela ngawe
mgodi, mgodi
mgodi, mgodi, mgodi
ndizimela ngawe
mgodi, mgodi

[post~chorus]
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani

[bridge]
uzozibonela ngam
uzozenzela ngam
mna ndigutyungelwe
siqhushumbisi, qhushuma ngami
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani

[chorus]
mgodi, mgodi
ndizimela ngawe
mgodi, mgodi
mgodi, mgodi, mgodi
ndizimеla ngawe
mgodi, mgodi
[post~chorus]
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani
bеnding~yaz’ izosuswa ngubani
bending~yaz’ izosuswa ngubani

[outro]
mgodi, mgodi, mgodi
mgodi ndizimela ngawe


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...