lirik lagu zahara – bawo
[verse 1]
izithembiso zam
iintsikelelo zam
ubomi bam bukuwe
lelilizwe liyadidizela
abanye baya ngale abanye baya ngale
kuvelwa kusembiswa iinzingo zinintsi
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
[verse 2]
ndithi ndithathe elithuba
ndicele kuwe ng~yoyonkinto ngonyama
into ilele esandleni sakho
bawo ndizimisa kuwe
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
[bridge]
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakadе
[outro]
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakadе
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu チームz (team z) – 恋のお縄 (koi no onawa)
- lirik lagu mc carol – barbaridades
- lirik lagu amzy (fra) – résurgence
- lirik lagu soulscrap – левонтий (levontius)
- lirik lagu rotimi – weapon (interlude)
- lirik lagu lil goldle – захожу я в магазин (i go to the store)
- lirik lagu cisalo – “the immaculate mikveh
- lirik lagu flower (jp) – 熱帯魚の涙 (nettaigyo no namida)
- lirik lagu spellblast – we ride
- lirik lagu trīs no pārdaugavas – strīķēšana