lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu vuyo brown – vuyani

Loading...

ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma
ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma
ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma
ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma

ngihlezi namakhosi ngiyatotozwa
hayi ngiphila softi tofotofo
uthixo ungenzele ungifezele
yizimanga weh
uvula lakuvaliwe ungisethele
awu ngamandla weh

vuyani vuyani vuyani weh
vuyelani madoda
ndenzelwe okuhle mna
vuyani
uhamba nami wenza nami
vuyani
hayi uyamangalisa
vuyani eh
vuyelani madoda
vuyelani madoda
vuyelani madoda

ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma
ndibanovuyo ngaphakathi kwenhliziyo ndiyancuma
awu konke enginakho kuyaflowa
angsweli lutho kuye
manje sengiyabona
manje sengiyakholwa
uthixo ungenzele ungifezele
izimanga weh
uvula lakuvaliwe ungisethele
awu ngamandla weh

vuyani vuyani vuyani eh
vuyani vuyani vuyani eh
vuyani eh
vuyani eh
vuyani vuyani vuyani weh
vuyani weh

vuyelani madoda
ndenzelwe okuhle mna
vuyani
uhamba nami wenza nami
vuyani
hayi uyamangalisa
vuyani eh

Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...