lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu vusi nova – thandiwe

Loading...

thandiwe

thandiwe

thandiwe

kwasekuqaleni
wawungu thandiwe wam
ndifuna nokuva nto
xa ndicinga ndiva ubuhlungu
izinto zajika bekutheni na?
ndisele neengcinga

ndicinga ngaw’ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe?

ndicinga ngaw’ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe

ngoluthando
nd’cela sihlale sibonisane
singayek’ umhlaba asihlukanise
kudala siwa mina nawe baby
kodwa sihlala thina sibambile
ew’ emhlaben kunzima
andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
thandiwe
thandiwe (thandiwe)
thandiwe (thandiwe)
thandiwe
(thandiwe mntakwethu)thandiwe wam
(kushiyeke iingicinga)
ndicinga ngaw ‘ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe?

ndicinga ngaw ‘ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe?

ndicinga ngaw ‘ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe?

ndicinga ngaw ‘ ubusuku nemini
mntakwethu kwenze njani
phakathi kwam nawe?


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...