lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu tyler icu – nga madolo

Loading...

ha ha ha
ha ha ha
ha ha ha
ha ha ha

sibuthwele ubumnzima
thixo somandla maye impiło inzima
sibuthwele ubumnzima
thixo somandla maye lempiło inzima

siphila nje asilazi ikusasa lisiphatheleni na
siphila nje asinayo indawo yokulala
siphila nje asilazi ikusasa lisiphatheleni na
siphila nje asinayo indawo yokulala
maye he maye maye
maye maye maye maye
maye maye maye maye
maye maye maye silamulele

anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo

anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo
anilelanga niguqe ngamadolo


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...