lirik lagu the soil (sa) – lawula nkosi
[chorus]
lawula, lawula, lawula, lawula
lawula, lawula, lawula, lawula
lawula, lawula, lawula, lawula
lawula nkosi yenyaniso
lawula, lawula, lawula, lawula
lawula nkosi yemikhosi
lawula, lawula nkosi yesu, koza ngawe ukonwaba
ngeziphithiphithi zethu yonakele imihlaba
lawula sonini, lawula sonini
lawula ngweletshetshe, lawula
sonini lawula
sonini lawula
sonini lawula
ngweletshetshe lawula
lizalis’ idinga lakho
thixo nkosi yenyaniso
zonk’ iintlanga zonk’ izizwe mazizuze usindiso
[chorus: luphindo]
lawula nkosi, lawula nkosi
lawula nkosi, lawula nkosi
lawula nkosi, lawula nkosi
lawula nkosi, lawula nkosi
lawula nkosi, lawula nkosi
lawula nkosi, lawula nkosi
ho iswe hlompho le poko (hlompho le poko)
ho iswe hlompho le poko (hlompho le poko)
ho ntate le mora (ntate le mora)
le ho moya, e be thoko
joale le ka mehla
[chorus: buhle]
lawula lawula, lawula nkosi yenyaniso
[chorus: ntsika]
sonini lawula
lawula lawula lawula
oh ngabantwana bakho
oh ngabantwana bakho
oh ngabantwana bakho
lawula lawula lawula
lawula abantwana bakho
lawula abantwana bakho
lawula abantwana bakho
lawula
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu дима бамберг (dima bamberg) – не биф (not beef)
- lirik lagu okills – baldor
- lirik lagu lazy town – i’m a prince
- lirik lagu anemik & shot – blizny
- lirik lagu seadizzle – no friends (freestyle)
- lirik lagu barbarian – bridgeburner
- lirik lagu the lafontaines – all she knows
- lirik lagu pyrrhon – the unraveling part i: hegemony of grasping fears
- lirik lagu devilment – life is what you keep from the reaper
- lirik lagu kelly clarkson – baby blue eyes