lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu sun-el musician – msaki

Loading...

verse 1: msaki
bekukudala ngoko useneminqweno
khawude uwele iblohho, uze nganeno
bekukudala ngoko usen~z~njongo
khawude uwele iblohho, uze nguyenaneno
sasikhule sonke
sphupha emazulwini
scakamel’ilanga (scakamela ilanga)
yiza ndikhumbuze
ubomi abumanga

chorus: msaki
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abakho
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abakho

verse 2: msaki
vul’amehlo ujonge
n0ba akululanga
ntaka zivukile
ubomi abumanga
izakhono zakho, neziphiwo zakho
azikuphelelanga
ubomi abumanga
sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
lizophum’ilanga (lizophum’ilanga)
yiza ndikukhumbuze
ubomi abumanga
chorus: msaki
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abakho
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abakho


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...