lirik lagu simphiwe dana – ndiredi
Loading...
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndinaw’ amandla okundiza ndiph’
umoya
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
amaxesha ayavuma wo wo wo
he he amaxesha ayavuma wo wo wo
themba limbi andinalo
nguw’ ithemba lam
nguwe nguwe nguw’ ithemba lam
phantse ndayel’ emaweni
phantse ndangen’ endongeni
phantse ndanyathel’ umsila
phantse ndahlala kwaphela
phantse ndaval’ umnyango
phantse ndadyobh’ amehlo
phantse ndadudel’ uhambo
phantse ndalahl’ umzamo
nguban’ oth’ andinawo
amandla wazi njani
phantse ndammamela yena
xa esith’ andinawo
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu jack ingram – what makes you say
- lirik lagu black majesty – killing hand
- lirik lagu name taken – today
- lirik lagu manilla road – behind the veil
- lirik lagu man must die – war on creation
- lirik lagu mandragore – apex degenerate
- lirik lagu pam tillis – how gone is goodbye
- lirik lagu earth wind fire – evil roy
- lirik lagu mastiphal – flames of fire full of hatred
- lirik lagu masachist – opposing normality