lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu simphiwe dana – kumnyama

Loading...

[chant]
hhe k~mnyama
ndim lo k~mnyama
ingabe thando uphi na kobumyana
hhe k~mnyama
ndim lo k~mnyama

[verse 1]
ehh eheheh hehe
hhe k~myama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k~mnyama
eh hee ehh hhe k~mnyama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k~mnyama
andisakwazi nokulala, nokulala
ehh k~mnyama
ndim lo ndihleli ndedwa ngoku
ndim lo k~mnyama (ndim lo)
andisakwazi nokuthetha
ndisele seze
k~myama uthando luphelile
ndisel ebumnyameni
ndim lo (uthando luphelie uthando)
k~mnyama ngoku
ndisele sele
ndim lo ndihleli ndedwa bo
k~mnyama uthando luphelile bo
ndisele ebumnyameni
ndim lo k~mnyama
ingabe thando ubuphi na kobubumnyama
ndim lo
ehh k~mnyama
k~myama uthando luphelile
luphelile uthando
ndim lo k~mnyama

[bridge]
ndiseli ndedwa (ndisele ebumnyameni)
eeh k~mnyama
ndikhanyisel’ indlela
ndihlel’ ebumnyameni
eeh k~mnyama
ndikhanyisel’ indlela (ndikhanyisele indlela)
ndim lo k~mnyama

[verse 2]
ilimel’ intliziyo yami
eeh k~mnyama
xa luphelile uthando alumemezi, alumemezi
ndim lo (ndisel ebumnyameni)
k~mnyama
engabe thando uphi na kobubumnaya
intliziyo yam!

[outro]
xa luphelile uthando xa luphelile
aluyiceli indlela alumemezi, alumemezi
ndim lo k~mnyama
uthando luphelile uthando
eehh luphelile uthando
k~mnyama
ndihleli ndedwa mna kakade
ndim lo k~mnyama
uthando luphelile uthando
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
luphelile bo
eeh k~mnyama
thando ndihleli ndedwa
ingabe thando ugqibile ngam
thando k~mnyama
ndihleli engubeni
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
ndisel ebumnyameni


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...