lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu simphiwe dana – bantu biko street (orchestra & vocals)

Loading...

[chorus]
noba esisipaji
singenayw’ imali
ndosiphatha xa ndihamb’ ebantu biko street
wathi qala ngaphakathi
noba esisiqhova
singenasidima
ndosithwala dade
andinakuxelelwa
ngugi wandifundisa

[verse 1]
andinayw’ imali
yokuthenga zonke
(ezazizezam azikhw’ ezazulwana)
kodwa ndakuthusa
xa kuthiwa makuyiwe
(kudala ndiw’ gangatha kuphil’ akuthengwa)
akuthengwa
(kuphil’ akuthengwa)
yintoni leyo
(kuphil’ akuthengwa)
khuza wena
asinakuyazi, hayi isimanga
nawe mongameli
xa ubon’ abantu bakho
(unqandwa yintoni ungaphilis’ isizwe)
wena mongameli
fundis’ abantwana bethu
(nants’ intw’ esay’ lwela ungathi ulibele)
sihamba nzima
(sihamba nzima)
siyazama
(sihamba nzima)
khuza wena
(ngathi sowubon’ indifanele le ndawo)

[chorus]
noba esisipaji
singenayw’ imali
ndosiphatha xa ndihamb’ ebantu biko street
wathi qala ngaphakathi
noba esisiqhova
singenasidima
ndosithwala dade
andinakuxelelwa
ngugi wandifundisa

[verse 2]
sizwe esimnyama
soya njalo phambili
(soya njalo phambili xa sime sibanye)
sizwe esintsundu
ung-yek’ ukukhathala
(kungaba kuphelile xa ungakhathali)
wawukhona
(wawukhona)
besithathela konke
(wawukhona)
sakhal’ inyembezi
(thina sobabini sivela egolgotha)
emaphupheni nasezitoyitoyini
(singa singahlala siyikhangela ihambo)
ezingcingeni nasezinkonzweni
(siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
hamba njalo
(hamba njalo)
sukoyika
(hamba njalo)
ngoba kufanele
zincede khawuleza lingekatshon’ ilanga

[chorus]
noba esisipaji
singenayw’ imali
ndosiphatha xa ndihamb’ ebantu biko street
wathi qala ngaphakathi
noba esisiqhova
singenasidima
ndosithwala dade
andinakuxelelwa
ngugi wandifundisa


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...