lirik lagu ringo madlingozi – ncel’ukbuza
Loading...
ncel’ukbuza uzondikhumbula xa ndingeko uzoyokhumbul ingoma yam.
ndicel’ukculela lengoma yothando uyazi ndiyakuthanda uyazi ndiyakfuna
ndibambe tu, ndibambe n0ba kutheni na inyaniso lendivayo,
amahem~ hem athi uyahamba uzifumanele ubumi obutsha
heyy iza k~m musuk’thanda buza ikamva lako
liqhakazile, imini zonke yenza yonke ndibona wena wedwa.
ndibambe tu, masiye phezulu
luthando olu luzayo
amahem~hem athi s’yahamba uzifumanele ubumi obumi obutsha.
sondela k~m masiye phezulu ikamva lethu
liqhakazile imini zonke intsuku zonke ndibona wena wedwa.
ndifuna wena wedwa
sithandwa sam
ndibona wena wedwa
uzondikhumbulaaaa
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu glxsgxw – hsitate
- lirik lagu young deji – only fans
- lirik lagu amarieyo – who knew?
- lirik lagu rafet el roman – hoşçakal sevgilim
- lirik lagu jamalthadon – how it goes
- lirik lagu joe lynn turner – burn
- lirik lagu młody młody – zamuła
- lirik lagu esa risty – tamu undangan
- lirik lagu jo kun – let me love you
- lirik lagu nuit oceān – nothing like you