lirik lagu nathi – imizamo yam
Loading...
[verse 1]
oh nkosi yam ubundithanda
ekulahlekeni kwam
oh nkosi yam waman’ ulanda
futhi emkhondeni wam
ilizwi lakho nkosi yam
lindikhanyisele nam
nomoya wakho nkosi yam
usisonwabiso sam
[chorus]
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam
[verse 2]
n0ba mafu angasith’ ilanga
ukhona awundishiyanga
uhamba nami lonk’ ilanga
njengosana likunina
n0b’ umthyol’ ezondilinga
izilingo zingaphezi
uhlale nam, ndiban’ ndizifihla
ethunzini leempiko zakho
[chorus]
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu isaías saad – nada pra mim (part. thaiane seghetto)
- lirik lagu fume’ – molla
- lirik lagu mayo 214 – mar de males
- lirik lagu juiceb☮x – bali speed chase (acapella)
- lirik lagu gonzo g – llj part 2
- lirik lagu kidd process – lost 1n t1m3
- lirik lagu ostan stars – neer thanth intha
- lirik lagu krzysztof zalewski – spojrzenie za siebie
- lirik lagu dadju – grand bain
- lirik lagu zinga – passion