lirik lagu nathi – amalongwe
[intro]
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe
[verse 1]
funda mntanam, qiniseka kakhulu
fund’ ud’ utyekez’ imfundo le
uval’ imilenze ungalimali ngalamakhwenkwe
azakushiya nemhoka~mhoka ongasob’ uphume kuyo
kweli khaya kujongwe kuwe, ayikh’ indoda
kuzobaswa ngalamaongwe, ye mntanam
[chorus 1]
sibasa ngamalongwe, kwelikhaya mntanam’
sibasa ngamalongwe, sibasa ngamalongwe
[verse 2]
khumbula ushiy’ izindlu zisindwa ngodaka
ungalihlazis’ ikhaya lakho, kujongwe kuwe
ayikhw’ indoda kwelikhaya
if’ ithwel’ umnqwazi
kunzima kubaswa ngamalongwe
[chorus 2]
sibasa ngamalongwe, sibasa ngamalongwe
ye mntwanam’
kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
sibasa ngamalongwe
kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
sibasa ngamalongwe
sibaliselan’ amabali, sijikelez’ umlilo
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe ye mntanam
sibasa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
kubaswa ngamalongwe kunzima
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe
sibasa ngamalongwe
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu jaguabilly – el momento
- lirik lagu anderson music – eres tú
- lirik lagu natanael cano – dios cuídame*
- lirik lagu bia cantão – você me faz tão bem
- lirik lagu benzi – whatcha gon do [street version]
- lirik lagu pierrii – go fast
- lirik lagu sayla – tulips
- lirik lagu xone – caramel
- lirik lagu joseph arthur – exhausted (early version)
- lirik lagu noah (band) – kala cinta menggoda