lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu nathi sithole – konke kuhamba kahle

Loading...

ndibhala le ngoma
nenyembezi emehlweni
thixo bdithembe wena

mandingaze ndidaniswe
ikati lilele’ziko
jonga k~mnyama emehlweni
angeke ziwele phantsi inyembezi zam
ukhona wena thixo
njengo mfazi wase shunemi
washiya usana lufile endlini
xabembuza ba unjani na?
wathi konke kuhamba kahle
njengo mfazi wase shunemi
washiya ssana lufile endlini
xabembuza ba unjani na
wathi konke kuhamba kahle

wathi konke kuhamba kahle
kweloxesha amehlo agcwele inyembezi
konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ uthixo
konke kuhamba kahle
kweloxesha amehlo agcwele inyembezi
konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ uthixo

ndibhala lengoma
ndicinga ngawe
ulele ungatyanga phezolo
imiqamelo endlini
ixela intaba zinyembezi zakho
jonga ung~yeki uku thandaza
iyoze ibenye imini
u thixo uzokwesula inyembezi
kholwa nngamandla akhe
njengo mfazi wase shunemi
washiya usana lufile endlini
xabembuza ba unjani na?
wathi konke kuhamba kahle

wathi konke kuhamba kahle
kweloxesha amehl’agcwele inyembezi
konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ uthixo
konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ u hixo
konke kuhamba kahle
kweloxesha amehl’agcwele inyembezi

wathi konke kuhamba kahle
ngeloxesha amehl’agcwele inyembezi
konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ uthixo
wathi konke kuhamba kahle
kweloxesha amehl’agcwele inyembezi
konke kuhamba kahle, konke kuhamba kahle
ndiyamethemb’ uthixo


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...