lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu msaki – ulwandle lutshile

Loading...

[verse]
andisothuki
sendizibone ndilapha
phambi kwamaza, ndibuk′ ubukhulu bakho
sakha imizi njenge nkonjane
phantsi kweblorho okwes’khatshane

[pre~chorus]
ngalamini wakhatshwa ngojongilanga
abaliwaka
izidanga zobubele bakho (izidanga zobubele bakho)
ungumphathisi hay′awuzenzisi
wandishiyela amanz’ohlambindlela
[chorus]
ulwandle lutshile, iliza ligqithile
ulwandle lutshile, iliza ligqithile
hamba nkosazana, wena udume ngokukhanya
hamba nkosazana, side sidibane

[outro]
andisothuki
sendizibone ndilapha phambi kwamaza


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...