lirik lagu msaki & kabza de small – fika kaloku
[intro]
ndinesithukuthezi
kutheni ngathi awusezi
khawufike kaloku
ndisakukhumbula nangoku
[verse]
amabhongo aphelile
ndikuxolele
nalangxabano yayizolo
ndiyilibele
amabhongo aphelile
ndikuxolele
nalangxabano yayizolo
ndiyilibele
[pre~chorus]
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukuqumba kaloku
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukundiqumbela sana
haibo sukuqumba kaloku
[chorus]
ndizisondeza kuwe
ndizithoba apho kuwe
the sun is set, there’s no other way
to humble ourselves to love again
ndizisondeza kuwe
ndizithoba apho kuwe
the sun is set, there’s no othеr way
to humble ourselves to lovе again
to love again
to love again
[bridge]
ndinesithukuthezi
kutheni ngathi awusezi
khawufike kaloku
ndisakukhumbula nangoku
[verse]
amabhongo aphelile
ndikuxolele
nalangxabano yayizolo
ndiyilibele
amabhongo aphelile
ndikuxolele
nalangxabano yayizolo
ndiyilibele
[chorus]
ndizisondeza kuwe
ndizithoba apho kuwe
the sun is set, there’s no other way
to humble ourselves to love again
ndizisondeza kuwe
ndizithoba apho kuwe
the sun is set, there’s no other way
to humble ourselves to love again
to love again
to love again
to love again
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu devstacks – no sleep
- lirik lagu nyina – sad rain
- lirik lagu imaqo – painkiller
- lirik lagu the burmese days – i’m your best nightmare
- lirik lagu weakened friends – the last ten
- lirik lagu stbthedon – pj’s to pj’s
- lirik lagu nobodylikesme – slatt
- lirik lagu beatking – no chill
- lirik lagu subhumans (uk) – process
- lirik lagu jeff rothkopf – rummage through the junkyard