lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu mandisi dyantyis – isigidimi

Loading...

safik’ isigidimi, sath’ umama usishiyile
emveni kwethutyana lokugula kancinci
safik’ isigidimi, sath’ umama akekho
emveni kwethutyana lokugula kancinci
mna, bendibanda ukonwabisa
bendibanda ukusebenzela
bendibanda ukubonisa imisebenzi yezandla zakho, mama
bendibanda ukonwabisa
bendibanda ukusebenzela
bendibanda ukubonisa imisebenzi, kodwa hamba mama
hamba, yeyeni mama
hamba, yeyeni mama
hamba, sobonana kwelizayo
yeyeni mama, hamba
yeyeni mama, hamba
yeni mama wam, hamba
sobonana kwelizayo

[break]

safik’ isigidimi, sath’ umama usishiyile
emveni kwethutyana lokugula kancinci
safik’ isigidimi, sath’ umama akekho
emveni kwethutyana lokugula kancinci
mna, bendibanda ukonwabisa
bendibanda ukusеbenzela
bendibanda ukubonisa imisеbenzi yezandla zakho, mama
bendibanda ukonwabisa
bendibanda ukusebenzela
bendibanda ukubonisa imisebenzi, kodwa hamba mama

hamba, yeyeni mama
hamba, yeyeni mama
hamba, sobonana, sobonana kwelizayo
sobonana kwelizayo (hamba)
sobonana kwelizayo (hamba)
sobonana kwelizayo, mama wam (hamba)
sobonana kwelizayo, yeni mama wam (hamba)
yeyeni mama wam
sobonana kwelizayo (sobonana kwelizayo)
sobonana kwelizayo (hamba)
sobonana kwelizayo (hamba)
sobonana kwelizayo (sobonana kwelizayo)


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...