lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu lerato suhla – cebisa

Loading...

wololo tata
wololo tata
wololo tata
wololo tata

wololo tata
wololo tata
wololo tata
wololo tata

verse 1

abantu ba bulawa nge nxa yo mbala wabo
‘inkosazana zi bulawa ngama ‘doda abo
o gogo ba dlwengulwa ngabantwana ba bantwana babo oh yini na
indoda izi bulala ngabantwana no mama wabo

pre~chorus
uma si khuleka kuwe siyaku viwa somandla
ngob’ umkhuleko oncwele uyakuviwa nguwe

chorus
lomhlaba uya hlaba tata
‘zundi cebise mna
lomhlaba uya hlaba tata
‘zundi cebise mna
verse
(abafundisi abanye) ba dlala ngo yesu
(amaphoyisa a bhokile kena )ba zi zi gebengu
(
andazi uk’ba yinto e si za ku yi thini na
(sala so buya )
buya yesu

pre~chorus
uma si khuleka kuwe siyaku viwa somandla
ngob’ umkhuleko oncwele uyakuviwa nguwe

chorus
lomhlaba uya hlaba tata
‘zundi cebise mna
lomhlaba uya hlaba tata
‘zundi cebise mna

bridge
lomhlaba uya hlaba tata ×2
lomhlaba uya hlaba
tata ×10


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...