lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu kabza de small – khusela

Loading...

[verse 1]
bawo khusela, abantwana bakho
bawo khusela, abantwana bakho
bawo khusela, abantwana bakho (bawo khusel’ ingane zakho)
ndizibika kuwe mdali (bawo khusela, abantwana bakho)
sikelela imini zam
qaba uimbi andinyayo (bawo khusela, abantwana bakho)
endinga ngena kuyo
iba ne nceba kuthi
themba limbi andinalo (bawo khusela, abantwana bakho)
endinga bamba lona
qaba yimbi andinayo
wuwe ithemba lam
[verse 2]
hlamba nantsi inhliziyo
ngizibika kuwe
ngizibika kuwe
kuwe mdali
sikelela imini zam
sikelela imini zam
qaba yimbi andinayo
yiba ne nceba
yiba ne nceba kuti
sikelela imini zam’
themba limbi andinalo
endinga bamba lona
hlamba nantsi intliziyo yam
uyenze ngcwele yona
qaba yimbi andinayo
endinga ngena kuyo
ndizibika kuwe mdali
sikelela imini zam’
yiba ne nceba

[verse 3]
abantwana
abantwana bakho
themba limbi andinalo (bawo khusеla, abantwana bakho)
endinga zifihla kulo
hlamba nantsi inhliziyo
hlamba nantsi inhliziyo (bawo khusela, abantwana bakho)
uyilungise
ixokise
uyеnze msulwa
uyenze msulwa yona
abantwana
abantwana bakho
bkhalela mna
iba ne nceba
iba nenceba
singabantwana bakho
iba ne nceba


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...