lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ikhona – ndengane

Loading...

(verse 1)
utata wavuka ngenyi’mini
waqoqosh’ okwakhe wahamba
wayesiya ngase goli, ngoyosebenza

umama wahamba ndisemncinci
wathathwa zizinto zalomhlaba
naye wahamba wandishiya (ah)
ngoku ndindodwa (ah ha ah ha)

(chorus)
ohh ndibulamba
ndifun’umzonendengane ndibulamba
ohh ndibulambekhaya
ndifun’umzonendengane ndibulamba

ohh ndibulamba mna
ndifun’umzonendengane ndibulamba
ohh ndibulambekhaya
ndifun’umzonendengane ndibulamba

(verse 2)
nam ndavuka ngenyimini
ndanike’lidolo ukutya kwalo
ndiyacela somandla khawundibone nam
ngoba umama notate bandishiya
bathathwa zizinto zalomhlaba
ohh bahamba bandishiya mna
ngoku ndindodwa

(chorus)
ohh ndibulamba
ndifun’umzonendengane ndibulamba
ohh ndibulambekhaya
ndifun’umzonendengane ndibulamba

ohh ndibulamba mna
ndifun’umzonendengane ndibulamba
ohh ndibulambekhaya
ndifun’umzonendengane ndibulamba


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...