lirik lagu de mthuda – buya
mini aph’ezolo bendicinga ngawe
ndibawela ukuk’bona
ndikhalela zonk’ imini zethu
andifun’ uk’thand’ omunye
ngoba nd’sakhumbula
andikwazi uk’libala
ndikhalela zonk’ imini zethu
‘mini aph’ezolo bendicinga ngawe
ndibawela ukuk’bona
ndikhalela zonk’ imini zethu
andifun’ uk’thand’ omunye
ngoba nd’sakhumbula
andikwazi uk’libala
ndikhalela zonk’ imini zethu
ubuhlal’ usazi
wen’ undenza dizzy
kwanelendicel’ ubuye
ubuhlal’ usazi
wen’ undenza dizzy
kwanele ndicel’ ubuye
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
mini aph’ezolo bendicinga ngawe
ndibawela ukuk’bona
ndikhalela zonk’ imini zethu
andifun’ uk’thand’ omunye
ngoba nd’sakhumbula
andikwazi uk’libala
ndikhalela zonk’ imini zethu
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
ah, ah~ah ndicel’ ubuye
uthando olungaka
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu trannos (grc) – dubai
- lirik lagu dafag’s – ближе (closer)
- lirik lagu wildkarduno – bakk in blood
- lirik lagu kobe jay – intermission
- lirik lagu gothnormie – tapping out
- lirik lagu kazimoretti – golden finger roll
- lirik lagu jahmaiki – clorox spray
- lirik lagu mamazuka – sin querer
- lirik lagu beast 1333 – the demonologist
- lirik lagu keyxnn – distortion freestyle