lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu bongeziwe mabandla – ndokulandela

Loading...

[verse 1]
phambi kwabantu bonke, mina ndiyafunga
uba bom’ endibuphila, ndibushiya emva
lemini isisi’phawulo, iyah ndiyazazisa
andisenguye mna lo ndandinguye

[chorus]
ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zobomi bam

ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zo bo…
zobomi bam’, zobomi bam’
zobomi bam’, zobomi bam’

[verse 2]
nhliziyo yami yonke
ndiyibeka phambi kwakho
andisenawo, wona amandla
ndincede bawo
uzundamukele, uyikhombe indlela
ukuze ndihambe

[chorus]
ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zobomi bam

ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zo bo…
zobomi bam’, zobomi bam’
zobomi bam’, zobomi bam’

[bridge]
izwe lingangijekela
bantu bangiflathele
mna andijiki ndoku…
ndokulandela

[chorus]
ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zobomi bam

ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zobomi bam

ndokulandela, wena
noma wena uyaphi na
ndokuhamba nawe
zonke imini zo bo…
zobomi bam’, zobomi bam’
zobomi bam’, zobomi bam’


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...