lirik lagu bongeziwe mabandla – masiziyekelele (14.11.16)
[verse 1]
akekho umunt’ omhle njegawe
uyangingcangcazelisa
kunini sizibambile?
sokhululeka phi, na?
[chorus]
masiyekelele (siziyekelele)
siziyekelele (siziyekelele)
mah ahh ahh!
siziyekelele (siziyekelele)
siziyekelele (siziyekelele)
[verse 2]
abantu masibayeke
abazazi intliziyo zethu
ngoba kunini sizibambile
sothandana phi, na?
[chorus]
masiyekelele (siziyekelele)
siziyekelele (siziyekelele)
mah ahh ahh!
siziyekelele (siziyekelele)
siziyekelele (siziyekelele)
[verse 3]
side, side, sidebanye
side, side, sidebanye
oh hoo hoo!
siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
oh hoo hoo!
siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
[outro]
ubunga ziyekelela
siziyekelele, siziyekelele
zi~ziyekelele, ndoziyekelele
siziyekelele, siziyekelele
oh hoo hoo!
siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
oh hoo hoo!
siziyekelele, siziyekelele
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu sxr – leve
- lirik lagu iivrson – aaa battery
- lirik lagu suzy jones – breathe again
- lirik lagu ceyvem – needs
- lirik lagu tori amos – improv – poison you served
- lirik lagu jacob latimore – fashion
- lirik lagu el crok – uh ah
- lirik lagu gp – simple enough
- lirik lagu skisippie – that you have
- lirik lagu código verde – el dab