lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu vusi nova – ewe

Loading...

[verse 1: vusi nova]
ndenz’ isigqibo ngangathi
ngakathi ayikho into engapheliyo
andisafuni ukubhala ingoma ezibuhlungu
andisafuni ukucula ingoma ezibuhlungu
mna no no
this is the hardest thing i’ve ever had to do

[chorus]
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje

[verse 2; 047]
ndikunikile lonke uthando lwam
ndakunika nalo ulonwabo
kanti sthandwa sam, why undenza njena?
ulimisile ingqondo it’s fine
ubonil’ izinto azispani, but why? (why?)
why? why undenza njena?

[chorus]
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje
[bridge]
mna ndicel’ ukubuza madoda
uthando lunjani na?
mna ndicel’ukubuz’amadoda uthando lunjani na?
lona luvela phi na?
mna ndicel’ukubuz’amadoda
mna ndicel’ ukubuza madoda
uthando lunjani na?
mna ndicel’ukubuz’amadoda uthando lunjani na?
lona luvela phi na?
mna ndicel’ukubuz’amadoda

[chorus]
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje

ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje
ewe ndiyakuthanda
kodwa andikwazi ukuphila kanjena
mna bending~yazi ukuthi, uthando lunje


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...