lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu the blaq ghoxt - bacinga

Loading...

[hook:the blaq ghoxt]

yeah
bacinga u life yintwana [alright]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [sure]
if’ ungumntan’ uzobhoda [moja]
izint’ wezilapha zi strong [yoh]
zikwenza utshintse ingqondo [ekse]
zikwenza ungabina mkhondo [sure]
zyak’ jika ube ngumntu o wrong [yoh]
zikwenza ungabina smilo [alright]

bacinga u life yintwana [sure]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [alright]
if’ ungumntan’ uzobhoda [sure]
izint’ wezilapha zi strong [okay]
zikwenza utshintse ingqondo [yho]
zikwenza ungabina mkhondo [woah]
zyak’ jika ube ngumntu o wrong [sure]
zikwenza ungabina smilo

[verse 01:the blaq ghoxt]
yeah
ingaske ndiyeke iskolo [yaah]
zim’ ekw’ ezenza ndicinge lonto [mmhh]
ndine stress igcwele ingqondo
kyafiwa namhlanje, izolo [nyani]
awulazi nelakho ingomso
i know awukamazi u life [tuu]
i know kuwe kusemnandi
abakh’ wabazali baya spana [for sure]
k~mnandi kuw’ uyatabhata
so su undеrmine’ abantu [yaah]
i life asiyonto yabantwana
izint’ wezilapha zi strong
maybе ungathi ndyaxoka [yaah]
owakho u life usemnandi
cuz nyan’ imali ikhona
zininzi kokwenu i corner
bacinga u life yintwana
kl’ omhlabak’ funeki bantwana
if’ ungumntana uzobhoda
izint’ wezilapha zi strong

[hook:the blaq ghoxt]

bacinga u life yintwana [kanjani]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [iyho]
if’ ungumntan’ uzobhoda [masambe]
izint’ wezilapha zi strong [iye]
zikwenza utshintse ingqondo [okay]
zikwenza ungabina mkhondo [yeah]
zyak’ jika ube ngumntu o wrong [let’s go]
zikwenza ungabina smilo [nangoku]

bacinga u life yintwana [kanjani]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [masambe]
if’ ungumntan’ uzobhoda [iyho]
izint’ wezilapha zi strong [qhwa]
zikwenza utshintse ingqondo [okay]
zikwenza ungabina mkhondo [bathini]
zyak’ jika ube ngumntu o wrong [let’s go]
zikwenza ungabina smilo [nangoku]

[verse 02: lb bull]
[woah]
hayibo bacingani ?
am on high horse nabangani [itshomi]
qal’ incoko sithethe nge mali [izaka]
big bars ndiz’ fuman’ ekasi [kasi lam]
who’s that, ngubani kabani ?
i got my plugs ekomani [phi ?]
feel the pain but ngoku andisagcwali
and ke, besithe
“uzuqal’ uqonde nakwi gqala”
theni’ ugwegweleza uli gwala ?
“bathi bhudda pheza sukuxaka” [let’s go]
what’s my name limeni ikhaya [nangoku]
nezi line ndisandokuz’ bhala [ngok ngoku]
having fun, we just ride
and this verse is my number one
fix your face xa uthetha ne dyan
going there ndimele ikasi
woah going there ndimele ikasi lam
[hayi man sudlala]
am going there ndyomela ikasi
[uya nini ?]
am going there ndyomela, ikasi lam
[yeah]
ndyomela ikasi lam [yeah]
ndyomela ikasi
[hook:the blaq ghoxt]

bacinga u life yintwana [okay]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [nangoku]
if’ ungumntan’ uzobhoda [injalo]
izint’ wezilapha zi strong [let’s go]
zikwenza utshintse ingqondo [iyho]
zikwenza ungabina mkhondo
zyak’ jika ube ngumntu o wrong
zikwenza ungabina smilo

bacinga u life yintwana [okay]
kl’ omhlabak’ funeki bantwana [let’s go]
if’ ungumntan’ uzobhoda [nangoku]
izint’ wezilapha zi strong [masambe?]
zikwenza utshintse ingqondo [iye]
zikwenza ungabina mkhondo [kanjani]
zyak’ jika ube ngumntu o wrong
zikwenza ungabina smilo [let’s go]…


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...