lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu teekvy_cpt - umthwalo wam

Loading...

(ey ,yeah)
(ey ,yeah, yeah)

chorus

kunini,ndizabalaza
andfuni ntlupheko ndifuna imali
ndakhele unozala netaima idladla
njengo zahara ndyaw feeler umthwalo

kunini,ndizabalaza
andfuni ntlupheko ndifuna imali
ndakhele unozala netaima idladla
njengo zahara ndyaw feeler umthwalo

yeah
mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i cannot sleep i gotta hustle
(yeah)

mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i don’t got peace i gotta fight
(yeah)
mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i cannot sleep i gotta hustle
(yeah)

mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i don’t got peace i gotta fight
(yeah, yeah)

verse

yeah, sebevumile
ndyanqula ndyabulela idlozi livumile
bhasopha ny’ingozi
ufikile utee
kudala ndizama ndicela indlela

yeah, u..ngabuz’imigos
i’m making this song so when i take off
i get me a sama remember the name
cel’amathongo, cel’amathongo, khan’vul’amasango

benithi syadlala
kudala siphusher nentwana zam
now i’m on stage ndizamela ikhaya
umthwalo uyandisinda asoze ndincame
nami ngyafisa ukuba sezimbali
ndizakhel’idladla oh bazogcwala
kuyoze kuyovalwa i’m always gon fight
yeah yeah yeah oh yeah oh yeah yeah

chorus

kunini,ndizabalaza
andfuni ntlupheko ndifuna imali
ndakhele unozala netaima idladla
njengo zahara ndyaw feeler umthwalo

kunini,ndizabalaza
andfuni ntlupheko ndifuna imali
ndakhele unozala netaima idladla
njengo zahara ndyaw feeler umthwalo

yeah
mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i cannot sleep i gotta hustle
(yeah)

mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i don’t got peace i gotta fight
(yeah)
mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i cannot sleep i gotta hustle
(yeah)

mthwalo wam
yaz uyandisinda umthwalo wam
vele uyandisinda umthwalo wam
i don’t got peace i gotta fight
(yeah, yeah)


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...