
lirik lagu teekvy_cpt - nyamezela
verse
okay mamela nali lbali lam
ndikhule ndingenanto kodwa andizange ndilale ndingatyanga
umama ezama ngako konke evuka ephanda njalo
kaloku utata wasishinya ngoba azange akwazi…umelikhaya
but it’s fine, i’m over that
ndisamhlanipha njengotata but with due respect
andikawaz umbona njengendoda now that i’m a man
sisokolile sinomama but no one could tell
izinto ziqal’ujika ufika kwenye indoda ekhaya
kwaqala uphel’uthando nokhathalelwa ngumama
i still remember on the day ndibona umama ekhala
ndambuza mama kwenze njani wathi “hlala phantsi”
“ndyayazi mntanam uyandthanda, nam ngokunjao “
“uzungatshintshi uhlale uthobekile naphakade”
“mntanam ndihlutshwa yimpilo kodwa ndicel’uzungakhali”
“oogqirha bathi kusele iintsuku sendiphathwe yingculaza”
chorus
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s alright, it’s alright
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
verse
ndizamile uqina and compose my soul
i couldn’t help but think of everything she means and so…
ndazama ukhangela amalizo even prayed to god
aqale andithathe andkwaz uphila umama engekho andikhoni
i started making friends nebhodlela nezoli joe
i couldn’t face ushiywa nguwe mama wami yoh
october 23rd oledi wasishiya tjo
i couldn’t pay respect beng’dakwe njani mama yoh
this other day
ndavuka ndinomsindo njan
lendoda ihleli ekhaya kodwa ibulele umamam
what made it worse is that ungen’emphuma nabafazi
likhaya lam eli , just because i’m still a child
ndabamba igintsa lasekasi ebal’biza ngo spijo
ndamgaya istina wathi “sho” wandigaya ne ntsimbi
fika nje endlini ndathath’inja ndayfaka efridgin
that’s why today sebandibiza nami nge bhantinti. (yeah)
chorus
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s alright, it’s alright
(yeah)
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
(yeah)
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
(yeah)
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s okay don’t cry
nyamezela ntwana
press uphushe mfana
izinto zolunga ntwana
it’s alright, it’s alright
(yeah)
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu jensen mcrae - hell of a drug
- lirik lagu yhapojj - explicit
- lirik lagu tanner york - all over again
- lirik lagu druski, lil yachty & bnyx® - come to coulda been
- lirik lagu onzy - fyp
- lirik lagu thought industry - songs for insects
- lirik lagu jensen mcrae - you're just a man
- lirik lagu zem (lnt) - red room
- lirik lagu çağla (tur) - en iyimi
- lirik lagu joe lynn turner - tortured soul