lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu teekvy_cpt - fight

Loading...

verse

(yeah)

bendi…
vuka ndithandaze, ndixhathise,ndihlambe ngentseni
thabathe amandla, ndiqhumise
ndithethe nabangasekho

ubsuku nemini ndyakhala akho namny’umntu ozondimela
cinga iimpazamo neziphene nezigqibo endazenza
bekunganjani ukuba umama ebesaphila ndyazibuza?
would you still be there for me?

could we be happy soy2?
would you tell me everything?
ungalindi uze ugule
would you rather stick with me?
ungathandi abanye ooguluva like…

look at me today
andinawo nomsebenzi
mama kuyanyukela ndizama impilo through the pain
the power in my vains

i’m only holding coz uthixo gave a second chance
i’ve made too much attempts
kungcono ndihambe so i’d get more hugs from mom instead
i don’t understand
so many times ndithandaza but no sign from god
ndyavuma ndisisoni
kodwa ndizama ukhlamba izono

chorus

sonke thina sbali besizama impilo
besizama impilo (hoouhoo)
all you gotta do is fight, fight , fight
fight , fight , fight

all you gotta do is fight, fight , fight
all you gotta do is fight, fight , fight

sonke thina sbali besizama impilo
besizama impilo (hoouhoo)
all you gotta do is fight, fight , fight
fight , fight , fight

verse

akho mancedo just greet and grind
ndibhala intlungu yam kule ngoma every single line
survival in my soul
ain’t no peace in the jungle
the power and the glory just to conquer all these battles
i’m a warrior
heart pumping gasoline
i’ve gotten tougher now
on my toes no inbetween

suza ngezitory ngqala ngqo
and keep it real for real
i’m done feeling sorry for me
n0body is better than me

ndyambulela uthixo for this
sifundile now it’s time to win
nzophelis’olusizi
no more to struggling

kwanele now i need to find a better plan than this
andkwazi ubuya esgela
ndithwele igama lombulali everywhere i go!

(…)


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...