lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu sun-el musician, msaki - ubomi abumanga

Loading...

verse
bekukudala ngoko useneminqweno
khawude uwele ibhulorho uze nganeno
bekukudala ngoko usen~z~njongo
khawude uwele ibhulorho, uze nguyenaneno
sasikhule sonke
sphupha emazulwini
scakamel′ilanga (scakamela’ilanga)
yiza ndikhumbuze
chorus
ubomi abumanga
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abekho
asoze abekho ofana nawe
ofana nawe, soze abekho
verse
vul′amehlo ujonge
n0ba aklulanga
ntaka zivukile
ubomi abumanga
izakhono zakho, neziphiwo zakho
azikuphelelanga
ubomi abumanga
sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
lizophum’ilanga (lizophum’ilanga)
yiza ndikukhumbuze
chorus
ubomi abumanga
asoze abekho ofana nawe (lizophum′ilanga)
ofana nawe, soze abekho
asoze abekho ofana nawe (lizophum′ilanga)
ofana nawe, soze abekho
asoze abekho ofana nawe (lizophum’ilanga)
ofana nawe, soze abekho
asoze abekho ofana nawe (lizophum′ilanga)
ofana nawe, soze abekho


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...