lirik lagu siyanda dyonase - ndiye
[intro: siyanda dyonase]
izono zam, mazixolelwe
ukuze impilo nayo iqhubeke
zosuka ndiye kubawo
ndithi bawo mandixolelwe
impilo inzima, impilo injani?
mna ndikhumbula ekhaya
indlela zam mazithyileke
ndosuka ndiye kubawo
[chorus : siyanda dyonase]
ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
[verse 1: bra leo]
awunkosi ndizenzile izenzo mina
ezikwenza uzisole ngokudalileyo
kodwa manje ngiwa ngedolo,ngicela uxolo nguvumizono
ngoba ndiyazithandela ubumani
[verse :2 bra leo]
inkinga ngithanda amachery amaninzi, imali eninzi, ngijava ubusuku nemini, nam angazi ngithini iyohooo
kodwa manje ngiwa ngedolo, ngicela uxolo, ngivuma izono ngoba ngiyazithandela ubumandi
chorus [siyanda dyonase and bra lio]
ndiye, ndiye ,ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu tenside - shadow to shine
- lirik lagu rob gathercole - say my name!
- lirik lagu kwasi nimako - white air force ones
- lirik lagu cornyrare - кха кха (kha kha)
- lirik lagu lippi - sonhei com você essa noite
- lirik lagu hako (rap) - separate
- lirik lagu xan tyler - miniature oceans
- lirik lagu the preying saints - hot rods & heartaches
- lirik lagu عمرو دياب - la yestahel - لا يستاهل - amr diab
- lirik lagu johnny cash & june carter cash - jackson (at san quentin)