lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu shiruan - faku nation (ifilimu cover)

Loading...

le yeya mampondo gazi
wazama ukusi~hate, ekse goodluck
uzondithola later, sundigezela awundazi
don’t talk too much, asiye etshatshalazeni
nca uboya eboyeni, inyama enyameni
you coping my style, ever naskhathi
mara andikho lapho, mna nawe asifani
nigxeka kwa sani, nizenza serious
ingxaki amampondo aniwazi
intabankulu niyithathela phantsi
asipheli moya, asina skhathi
ndingene nge hunger, ndidla kwa sani

….shiruan yingqawa
lento ndiyayixela, kudala ndayiqala
2020 yaaqala indaba
i was in joburg, of course xandithetha bathi ndingumxhosa
ndiyaxela, ndiyaxoxa, ndiyathetha, ndiyabhoxa, ndixaka amaxhosa
ndilimpondo kayi~1, n0ba unenkani, uphondo uzolugoba
mara andikho lapho, like unkle thobz
vale xandi~walk~a bebethi ndili phara
ndibizwa “bucaka, lentwana iyatshaya”
open your ears ndiyibeke lendaba
i was 7 xa ndiqala i~dagga
ingxaki ibininzi, so besiyi~plant~a
edadas mtshana
qho ezakhono besibhala amagama
kuhla kutsho inumber
i lift up my town ‘ntabankulu’ i~town yamagqala
i~culture ndiyayithanda
besihamba ngenyawo, amatye ebehlaba
abundance of dagga ibi build~a amaphara
bekunzima nokulala
sibaleka abo rhatha
that’s the part i will neva libala
sizwe sika faku ndiyaphakamisa
si~build~a amampondo, soyibamba itshisa
bit by bit, phambili sofika
short person, loyo ngu 5l
saziwa nge guitar
kudala si knock~a lento izojiya
bethi siyayibaxa, “shiruan uyaphapha”
ngoku amampondo siwabeka e~map~ini
bro, ndikhule ndibasela ekhitshini
in front of the housekukho intsangu egadini
intwana ye dagga isiyapalama
untoucheable, ngamanzi amnyama
usibize ‘inkanyamba’ sifuna ukukhanya


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...