lirik lagu shaunmusiq & tracy (zaf) - uhambilie
[tracy]
impilo k’thiwa mayiqhubeke
niyaz’ nglinde bani laphayana
impilo iysenzi ncono aphak~m
‘mpilo k’thiwa mayiqhubeke
niyaz’ nglinde bani laphayana
impilo iysenzi ncono aphak~m
uhambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
uhambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
ngishilo mina
aning’thathelanga, yena ingunaphakathe
ngishilo mina
uyothol’ amandla amasha, uyong’jabulisa
ngishilo mina
aning’thathelanga, yena ingunaphakathe
ngishilo mina
uyothol’ amandla amasha, uyong’jabulisa
uhambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
‘hambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
[thatohatsi]
ng’phile nawe!
kodwa angkaze ng’cabange ukuthi uyoke ubanjwe nine years (wasukel’ umthetho)
ngangiz’hlelele nawe!
kwasuke kw~ngena abantu laba bom’thetho
he kanti kuth—theni ngawe!
uqale ngok’beka impama kwasuka kwaba yinompelo
kanti kuth—theni ngawe!
uqale ngok’beka impama kwasuka kwaba yinompelo
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
xa ndidibana nawe sowuwazi ukuthi makuwaneni, cela undisize
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
[tracy]
impilo k’thiwa mayiqhubeke
niyaz’ nglinde bani laphayana
impilo iysenzi ncono aphak~m
‘mpilo k’thiwa mayiqhubeke
niyaz’ nglinde bani laphayana
impilo iysenzi ncono aphak~m
uhambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
uhambile!
uzobuya, ngyam’thanda, ndim’lindile
ngishilo mina
aning’thathelanga, yena ingunaphakathe
ngishilo mina
uyothol’ amandla amasha, uyong’jabulisa
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
xa ndidibana nawe sowuwazi ukuthi makuwaneni, cela undisize
xa ndidibana nawe ema’cell.ini ukhala uthi “sthandwa ndisize, ndisize!”
(ayi, yewena mshaunizi, ayi wena marn!)
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu tab benoit - blues come walkin' in
- lirik lagu onda andar - rane
- lirik lagu high inergy - ain't no love left (in my heart for you)
- lirik lagu lil sixshotta - what up for real
- lirik lagu otsha - أوتشا - mknsh el3sham - مكنش العشم
- lirik lagu the eighth wonder (1) - hope
- lirik lagu felix janosa - fünf esel
- lirik lagu hakkı bulut - sen busun işte
- lirik lagu jinn (aus) - whats next?
- lirik lagu casper walsh - north face