
lirik lagu sabela - thandiswa
[intro]
sabela
uyabizwa
uyandiva na?
[verse]
ndiv’ ilizwi livela ngapha ngaph~sh~ya
oh bayandibiza
livela ngaph~sh~ya
ngaphantsi kweentaba zasekhaya
liyamba nomoya
oh bayandibiza
[chorus]
oh sabel’ uyabizwa
ulwela (ulwela isiqu sakho)
sabela (sabel’ uyabizwa)
uyabizwa, (ulwela) isiqu sakho
[bridge]
uyandiva na?
umamele na?
[verse]
mntwan’ omhle
bakubiza ngelo gama, ngoba umhle
oh mntwan’ omhle
bakubiza ngelo gama, ngoba un0buntu
bakubiza ngelo gama, ngoba umhle
bakubiza ngelo gama, ngob’ un0buntu
mntwan’ omhle
phendula
phendula
masingalahlekelwa ngubuntu bethu
indlela zethu, ngob’ ilizwi livela ngaphaya (uyandiva na?)
ngaphaya kwexesha
ilizwi lihamba nomoya
umoya wakwantu
[chorus]
oh sabel’ uyabizwa
ulwela (ulwela isiqu sakho)
sabela sabela (sabel’ uyabizwa)
oh sabel’ uyabizwa
ulwеla
sabela ndiyavuma, sabela ndiyavuma
ndiyavuma
ndiyosabela ndiyavuma
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu you feel me? - jani
- lirik lagu wait a while - blue lab beats
- lirik lagu robert browning - richard mitchley - the lost leader
- lirik lagu fashionista - martinwhite
- lirik lagu #1 stunna - rowdy racks
- lirik lagu 肖查某 (crazy woman) - 小龍女 (xiao long nu)
- lirik lagu impulsive - 90's kids
- lirik lagu noon, ngayon, kailan pa man - sammacu worship team
- lirik lagu stay with me - scullders!
- lirik lagu ao redor da presença - cultura do céu, davi fernandes & kaleb e josh