lirik lagu ringo madlingozi - into yam. - single
[verse 1]
hallo, ntombazana
kunjani na kuwe
kudala ndifuna ukuthetha nawe
ntonje ndiyoyika
matsatsi a botshilo bo kotsi
nqanda nabo benditsala tsala
mna ndifuna wena wedwa
nqanda nabo benditsala tsala
mna ndifuna wena wedwa
ndithinje ndakubona
ndibethwe luvalo
ndiphupha ngawe
ndikhwaz’igama lakho
ingqondo ayisebenzi ndimlo
ngqo~ngqo, hallo
[chorus]
vala sthandwa (vala sthandwa sam’)
val’ucango dala ndik~mele (ungatsho)
thatha into yakho (mandenze njani)
thatha sthandwa
thatha konke, dala ndik~mele (ungatsho)
into yam yeyakho
[verse 2]
khawuleza sondela sthandwa
nabo bendicofa~cofa
matsatsi a botshelo bo kotsi
nabo benditsala~tsala
nqanda nqanda
sthandwa sam’
[chorus]
vala sthandwa
val’ucango (val’ucango)
k’dala ndik~mele (hayi, ungatsho)
thatha into yakho (awh lovie)
thatha sthandwa
thatha konke
k’dala ndik~mele (ungatsho)
into yam yeyakho
vala sthandwa (vala sthandwa sam’)
val’ucango (val’ucango)
k’dala ndik~mele (hayi ungatsho)
thatha into yakho (hololo)
thatha sthandwa
thatha konke (thatha konke)
k’dala ndik~mele (ungatsho)
into yam yeyakho
[verse 3]
mama ndicela undivuse
andiva na andiva na (into yam)
wena (sthandwa, yeyakho)
sohlala sisobabini (into yakho)
ngoba (sthandwa yakho)
uyandithanda nam ndiyakuthanda (into yami)
mama (sthandwa yeyakho)
ndicela undivuse (into yakho sthandwa yeyam)
andiva na andiva (into yam)
wena (sthandwa yeyakho)
sohlala sisobabini (into yakho)
ngoba (sthandwa yeyakho)
uyandithanda ndiyakuthanda
kudala kudala
oh kudala ndizula
ndifunana nawe dali wam
sekukudala, sekukudala ndizula
ngoba, nkosi yam, nkosi yam
[chorus]
into yam (into yam)
sthandwa, yeyakho (ndithi yeyakho)
into yakho sthandwa yeyam (andiva na andiva na)
into yam (wena)
sthandwa yeyakho (sohlala sisobabini)
into yakho (ngoba)
sthandwa yeyakho
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu kodokunahoroshi - вниз (intro) (down)
- lirik lagu el idoneo - rap del cielo
- lirik lagu yoshi 2.0 - ripple
- lirik lagu spender - peccato originale
- lirik lagu status / non status - mainly crows
- lirik lagu ramil ganjoo - ghar
- lirik lagu max d. carter - les gens qui connaissent les choses de la vie (interlude)
- lirik lagu welshy & shane codd - used to be
- lirik lagu nosfe - actor
- lirik lagu short v - lost