lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu rhass - bhabhalaza

Loading...

hey bek~mnand’ izolo
aw ndik’xelel’ uba andinayo neyokhwela (shuu)
hey bekurongo izolo
aw ndik’xelel’ uba andinayo neyokhwela (shuu)

ngoku uzokwenza njani bra?
hay no, nzobeth’ imanager
hay no
khon’ eny’ imedi endispana nayo
eish, ayizospana

fondin, khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha wenz’ izinto zibe easy
khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha uthetha aw k’be easy
khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha wenz’ izinto zibe easy
khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha uthetha aw k’be easy

eish, nantsi le ntloko

ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ibhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza

ibhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza

(fondin)
(fondin)
(fondin)

khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha wenz’ izinto zibe easy
khawenz’ idrata ndingqay’ iphepha lika gqirha
uyek’ buthetha uthetha aw k’be easy

(thel’ umlilo simpra, mshayi shaya)

ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ibhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza

ibhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza
ndine bhabhalaza


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...