lirik lagu rethabile - ntyilo ntyilo
oko wahamb’ethe uzobuya
wakhwela inqwelo ntaka
watshona kweziy’ntaba
ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiyatyiloza
kwaphela iinyanga, kwatshona amalanga
netshomi zami zithi undenz’isbhanxa
naselalini kuthethwa ngam’izindaba
ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiyatyiloza
oko wahamb’ethe uzobuya
wakhwela inqwelo ntaka
watshona kweziy’ntaba
ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiyatyiloza
mama ndincede khawund’size mama
tata ndincede khawund’size tata
intlungu zothando yaz’kubhlungu ukuthanda umuntu
nami andizenzi ngicela usize mama
mama ndincede khawund’size mama
tata ndincede khawund’size tata
intlungu zothando yaz’kubhlungu ukuthanda umuntu
nami andizenzi ngicela usize mama
yebo ngempela ngiyavuma
njalo mangihlеl’eduze kwakho
velе wenz’impilo ibelula, ibelula ngempela ngiyavuma
yebo ngempela ngiyavuma
njalo mangihlel’eduze kwakho
vele wenz’impilo ibelula, ibelula ngempela ngiyavuma
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu deine freunde - xxl wunschzettel
- lirik lagu dxvn. - don't tell
- lirik lagu кломипрамин (clomipramine) - забываю (forget)
- lirik lagu тайпан (taypan) - танцуй давай
- lirik lagu outside - всё что нужно (all i need)
- lirik lagu amoeba culture - natural mineral
- lirik lagu dai neres - tá pegando fogo bicho
- lirik lagu marco bmg - dating
- lirik lagu casa aberta - um dia a cada vez
- lirik lagu jealous tina - kaleidoscope