lirik lagu prince kaybee - zimbali
[verse]
kudala ndikthande
ndifuna siblome kanje, kanje imihla nezolo
ekhaya bayazi ndibahlebele
ukuba nguwe, nguwe umaqondana wami
utheni ngathi?
kudala sisazana
andikalali masiye ezimbali
utheni ngathi? (utheni ngathi?)
kudala sisazana
andikalali masiye ezimbali
[pre~chorus]
masiye ezimbali
sibe kamnandi
masikhohlwe yonkinto
siyeke yonkinto
masiye ezimbali
sibe kamnandi
masikhohlwe yonkinto
siyeke yonkinto
[chorus]
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
[bridge]
masiye ezimbali
sibe kamnandi
masikhohlwe yonkinto
siyeke yonkinto
masiye ezimbali
sibe kamnandi
masikhohlwe yonkinto
siyeke yonkinto
[pre~chorus]
utheni ngathi?
kudala sisazana
andikalali masiye ezimbali
utheni ngathi? (utheni ngathi?)
kudala sisazana
andikalali masiye ezimbali
[chorus]
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
ezimbali, masiye ezimbali
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu natnael - vampyr
- lirik lagu arsenik (eg) - mesh matloob | مش مطلوب
- lirik lagu trippy snake - 100to$
- lirik lagu rackies - deuce deuce
- lirik lagu lambourne - what u started
- lirik lagu danilo cutrim - somos um
- lirik lagu arijit singh, tulsi kumar - hum nashe mein toh nahin
- lirik lagu erica banks - trick
- lirik lagu nova twins - fire & ice
- lirik lagu boy pablo - don't you want me