lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu nomfundo - ndilapha

Loading...

[chorus]
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha

[verse]
ndilapha, ndibuyile
ndibuyile kodwa bendingemkanga mna
ndilapha, ndikhulile
ndikhulile ngoba andimanga ndiyahamba mna
ndiyaphi? ndivelaphi?
phantsi kwephiko likasomandla mna
ndilapha, ndibuyile
ndibuyile oko bendinikhumbula

[chorus]
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha

[verse]
ndilapha, ndibuyile
ndibuyile kodwa bendingemkanga mna
ndilapha, ndikhulile
ndikhulile ngoba mama ndiyahamba mna
ndiyaphi? ndivelaphi?
phantsi kwephiko likasomandla mna
ndilapha, ndibuyile
ndibuyile oo bendinikhumbula
[chorus]
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha
ndi la pha


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...