lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu kci – jwara ndiyacaphukela eligama likanofoto ndingu (tamara) jwara

Loading...

jwarha: mamgiqwa! mamgiqwa mmh sies nxa!… uyazbonizithunzi zabantu kodwa xa ukhwazayo akho nelizwi elphumayo uyazibona izthunzi zabantu kyaphithizela.
tamara: ke ngoku ungaphithizeli nje wena.?.
jwarha: monde! monde!

monde: tamkhulu
jwarha: uphumamakho
monde: nanku editing room .
jwara: kuunini ndikukhwaza mamgiqwa. (mxxm) kuunini ndijweda kulebhedi ndikhwaza.
tamara: ndyakuva ndyakuva kunini ndikhonkotha nam ndyakuva tyhin! yhu ulastarha man jwara.
jwarha: kukho isgezo endngasazio uba sivelaphi
tamara: siza nawe jwara isgezo siza nawe.
jwara: khanibekeni zoonke into zam apha khe nondilaythele i tv ndibukelindaba.
tamara: awzubukela tv ngo fouri ufunutya le battery uthi singakwazubona ifilim ebsuku.
jwara: okanye nindivulele n-ba ngumsakazo. ndizhlalele ndizmamele n-ba ngo kci aba
tamara: akho kci ungena ngomgqibelo apha tyhin lixhego elitheni eli
jwara: ndicela ukuvulelwa i radio
tamara: awzuvulelwa radio jwarha awzuvulelwa radio jwarha tyhini.
jwarha: nofoto uthetha nam ngolo hlobo? nofoto uthetha nam ngolo hlobo…
tamara: nzawthetha nawe ndthethe ndandithe ndiyalicaph-kela iligama lika nofoto ndingu tamara x4
jwarha: sisono into yokuthi umntu xa ezbona uba akahoyekanga acele izinto eziza k-mhoya? ndilele kule bhedi ndyakhwaza akhomntu usabelayo akhonto zam ecaleni kwam ndfunuphakama akhomntu.
tamara: ungaphakami nje? thyin hayman jwarha sundenza nari mna.
jwarha: khanindilayteleni tv ke nihambe niyotshona apho nitshona khona.
tamara: awzulaytelwa tv jwarha awzulaytelwa tv ngo fouri ngomgqibelo. …
monde: unomhlobo mhlobo mama nantsi kofu. mama nantsi kofu. ma . mama nantsi kofu. unomhlobo mhlobo mama nantsi kofu. ma .
tamara: hay_mani phu! tyhin uyathanda uthethele bantwini uwazi umlomakhox2 wenze lonto ngoku umfundisi ebekbuza phezolo uba ufunda phi nah. wenze lonto… “grt mfundisi sss hhkama.” uyahlasela ngeloxesha uyafarisha.
monde: ndizisikofu nje mama
tamara: sshut up ndakuplita mna
monde: andilwi nje ndizise ikofu.
tamara: suphendula ndikulungisax2 lonto unomlo mlomo unomlomo mlomo. vuama xa urongo subanamatshamba ngoba uyathambazela sutshambazela tyhin ndzakutya mna


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...