lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu lolli native ft esethu & kae-wax - moya

Loading...

moya
intro
yhea yhea yhea yhaaa
moya moya
moya moya
yhea yhea yhaa yhaa yhiii yhea

chorus
kudala ndinethwa zimvula
ndivukek’ ekseni kubanda
nd’funuk’ bona ekhaya bevuya
bevuyel’ umaphanda

kudala ndinethwa zimvula
ndivukek’ senior kubanda
nd’funuk’ bona ekhaya bevuya
bevuyel’ umaphanda
moya!
moya moya moya moya (moya! moya!)
moya moya (yhea) moya (moya)
uzowuz’ wumoya

verse 1
another day, another chance my n~gga
uthix’ usasgcinile, feeling blessed my n~gga
never did i think i’d make it here my n~gga
living everyday like it’s my last (last, last, last)
iintshaba zam zindifun’ emangcwabeni
izinyanya zam azivumi, everyday i pray
brothers that i had, that i lost along the way
iinyoka soze zitshintshe, they were fake and never real
this is god given
that’s why bendithe i’m too gifted
besingenant’ wendlini
namhlanje andikhali, we’re living
umona uqaleb’ sweni, but trust me you can’t stop it
blessings overflow, ithuba lam they can’t touch me
moya moya moya moya (moya moya)
moya moya moya moya (moya moya)

verse 2
god please
bangahlupheki langalinye
all i ever wanted was the best for my kids
ndivuk’ ekseni spani, i do it for my family
thixo ndiyabulela ngezingilosi zindibiza daddy
akukho lula being the man of the house
olugqatso ndisazol’ feza and i’ll get it no doubt
umthwalo wam, amandla am, impilo yam
mveli ngqangi ndicel’ ungalibali ngam

imizamo yam iyophela ndakufika kuye
ikhaya lam liyovuka ngelinyilanga
umoya laph~khona uzonisekela
ndiyathemba yen’ uzonithwala (kudala)

chorus

kudala ndinethwa zimvula
ndivukek’ ekseni kubanda
nd’funuk’ bona ekhaya bevuya
bevuyel’ umaphanda
kudala ndinethwa zimvula
ndivukek’ ekuseni kubanda
nd’funuk’ bona ekhaya bevuya
bevuyel’ umaphanda

moya!
moya moya moya (moya! moya!)
moya moya moya
uzowuz’ wumoya
moya moya moya yheaa
moya moya moya
uzowuzw’ umoya
moya moya
moya moya
yhea yhea yhaa yhaa
yheee yhea


Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...