lirik.web.id
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu kubi - zim ngqawana - satire

Loading...

hayoyoyo madoda kwenze njani?
hayoyoyo madoda kwenze njani?
hayoyoyo madoda kwenze njani? (hayoyoyo madoda kwenze njani?)

sobon’ ek’seni ukuthi kwenze njani
sobon’ ek’seni ukuthi kwenze njani
sobon’ ek’seni ukuthi kwenze njani (sobon’ ek’seni ukuthi kwenze njani)

hayoyoyo madoda kwenze njani? (hayoyoyo madoda kwenze njani?)
hayoyoyo madoda kwenze njani? (hayoyoyo madoda kwenze njani?)

kubi kubi kubi
kubi kubi kubi yhooo
kubi kubi kubi yhoo (kub’ emadodeni kubi)

madoda ndiboleken’ idyasi (kub’ emadodeni kubi)
madoda ndiboleken’ ibbhatyi, ndiyagodola (kub’ emadodeni kubi)
madoda ndibolеken’ ihempe, еyam imdaka (kub’ emadodeni kubi)
madoda ndiboleken’ ibhlukhwe, eyam ikrazukile

kubi kubi kubi yhoo (kub’ emadodeni kubi)
kubi kubi kubi yhoo (kub’ emadodeni kubi)
kubi kubi kubi yhoo (kub’ emadodeni kubi)

whoohoo madoda kunzima
whoohoo tyhini nqandani
whoohoo madoda [?]
whoohoo madoda kunzima [?]
whoohoo tyhini nqandani
whoohoo kubi kulo mhlaba
whoohoo [?]
tyhini kunzima boo, whoo mahlalela
tyhini kunzima boo, whoo mahlalela
tyhini kunzima boo, whoo mahlalela

Lirik lagu lainnya:

LIRIK YANG LAGI HITS MINGGU INI

Loading...