lirik lagu johnny dyani - ntyilo ntyilo
Loading...
ndavi ilizwi kwelotyholo
ndakhangela ndaqondisa
lalisithi lalisitsho
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ndavi ilizwi kwelatyholo
ndakhangela ndaqondisa
lalisithi lisitsho lisithi ilizwe lifile
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ndakhangela ndaqondisa
ndakhangela ndaqondisa
wayembethe iingubo ezitsho kamnandi
ntyilo ntyilo imandi lontsholo
ndakhangela ndaqondisa
ndakhangela ndaqondisa
lalisitsho lisithi ntyilo ntyilo
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ndavi ilizwi kwelatyholo
ndakhangela ndaqondisa
lalisithi lisitsho ntyilo ntyilo
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
ntyilo ntyilo yimmandi lontsholo
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu jelani aryeh - helvetica
- lirik lagu helix - here i go again
- lirik lagu 10k kwasi - reflection
- lirik lagu black fire - level
- lirik lagu warpipes - satellite city
- lirik lagu the paper chase - ever since the turn
- lirik lagu lucas beguerie - una última vez
- lirik lagu wikw - alone
- lirik lagu luie hond - kan niet zonder
- lirik lagu monterrosa - flores en el parking