
lirik lagu godisablebeats - oh kanene
[chorus ~ franc don]
oh kanene
ever since thina silapha
safika saxaka
ngoku umdlalo umoshakele
andina ghost
andina smoko
andina kaka
nd’zozkhandela iwaka
ndifuna ligcwale empokothwen’
lizwe lethu likhohlakele
andikwazi tu uphola mayne
i can not be ordinary
oh kanene
oh kanene
ever since thina silapha
safika saxaka
ngoku umdlalo umoshakele
andina ghost
andina smoko
andina kaka
nd’zozkhandela iwaka
ndifuna ligcwale empokothwen’
lizwe lethu likhohlakele
andikwazi tu uphola mayne
i can not be ordinary
oh kanene
[verse 1 ~ franc don]
hamba no dizzy uqobo
mpokotho ibusy ngu mnotho
iyawi uroof
diliza izindlu okwe schotho
oko ndiwashayile izolo
bhabhalaza itsho apha entloko
ngqayi iwash ne skopo
qonda okay akho smoko
cebuzile shayi impolo
cеbuzile shayi impolo
cebuzile shayi mpolo
monеy keep getting longer
patience getting shorter
f~ck b~tches get money
circle getting smaller
more sp~ce for a dollar
money coming in tandem
in~contacts rangin
fnb like franco
what the h~ll you slanging?
tell ’em nah im just hangin
[chorus ~ franc don]
oh kanene
ever since thina silapha
safika saxaka
ngoku umdlalo umoshakele
andina ghost
andina smoko
andina kaka
nd’zozkhandela iwaka
ndifuna ligcwale empokothwen’
lizwe lethu likhohlakele
andikwazi tu uphola mayne
i can not be ordinary
oh kanene
oh kanene
ever since thina silapha
safika saxaka
ngoku umdlalo umoshakele
andina ghost
andina smoko
andina kaka
nd’zozkhandela iwaka
ndifuna ligcwale empokothwen’
lizwe lethu likhohlakele
andikwazi tu uphola mayne
i can not be ordinary
oh kanene
[verse 2 ~ dizzy kayi1]
wait uphuz’ itequila ogqiba a~twerk(e)
thanda igqom ufun’ uthela
shots to the brain
imali yakh’ uzoyitya yonk’ iphele
ingath’ abasibonga
abakho able soze bas’mele
xanditheth’ inyani konakele
nabo besiza jong’
xa ekhon’ ufranco sakwenza kakhulu
griselda blanco ndi~dope oko mgubo
inyaw’ alinampumlo, uthul’
sometimes le mali ke iza kabuhlungu
estratwen’ esikolweni k~mele ufunde
ubomi bufana negwijo ucule
hlabela landel’ ungalinge ubuze
imal’ am emini ithi good afternoon huuu
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu las novias de aarón - locos por el frisbi
- lirik lagu a-wax - dustpan
- lirik lagu the hitters - birthday cake
- lirik lagu sheff g & sleepy hallow - lucky
- lirik lagu reallytrashmusic - ignite the fire
- lirik lagu 1915 - caminos paralelos
- lirik lagu savi-digital - diggin’ it
- lirik lagu josé larralde - para esta navidad
- lirik lagu leith ross - terrified
- lirik lagu rxknephew - critical remix