
lirik lagu dee koala - amankara
[intro : dee koala]
chomi umjita uthe uk’bana u book~ishe igidlo
and kengok masize sibay 4 cause amajita ay 4
ikhona i moet, ikhon’ i jager ikhona i hubbly
yonk’into esiyifunayo chomi masambe
iphi chomi ? ise sea point~i, njani singayi ?
chomi (amankara) masiye mani
amankazana
[hook : dee koala]
amankazana athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hayi amankazana athanda izinto
amankara afun’igidlo afun’ inkijo
amankara athanda izinto
amankara afun’ inkijo afun’ igidlo
hayi amankara athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hay amankara
[verse 1 : dee koala]
ewe athanda izinto
bathi mand’ fak’ inkijo ne hubbly kwi gidlo
akhowey ndabiz’ uchasa, ekse zikhon’ izinto
umbali uthi “andithandi wash nd’funi moet ndibe dizzy”
usihle yena pha kwi hubbly uzishaya nge mint sibe busy
sesona yena ufuni jager okanye sim’fakele i gin
ekse akhowey sotshisa ne nyama
jow niza nini ?
thina sikhona nase mini
ufuna sithini ?
[hook : dee koala]
amankazana athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hayi amankazana athanda izinto
amankara afun’igidlo afun’ inkijo
amankara athanda izinto
amankara afun’ inkijo afun’ igidlo
hayi amankara athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hay amankara
[verse 2 : gaffi]
chasa !
mna chom i’m nonchalant mna chomi ndibiziwe
unontombi akekho lapha, mna sana bored
enye khange ayenze apha, enye uyenze ezoh
k’la makrwala akrweli lines, khame ndibize u mpondo
kanye ndibiz’ uthobz
aw’nkali sfebe jita, alizwa ebe jika
can never thath’ intombi e seek, kanti yi outi ongayaziyo
ntombi nyan ufun’ i pic ?
jaiva ngelihlobo dee, jaiva jaiva ngelihlobo dee
[hook : dee koala]
amankazana athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hayi amankazana athanda izinto
amankara afun’igidlo afun’ inkijo
amankara athanda izinto
amankara afun’ inkijo afun’ igidlo
hayi amankara athanda izinto
amankara afun’ igidlo afun’ inkijo
hay amankara
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu michelle oota - there's no blood
- lirik lagu bryartz, shisosaloud & drago200 - mala suerte
- lirik lagu mud whale - haze jude
- lirik lagu the damned - new rose - live at shepperton
- lirik lagu octavondee - косоёбит (slanting)
- lirik lagu love amongst ruin - come on say it
- lirik lagu 黃大謙 (huang da-chien) - sad bitch
- lirik lagu hava & dardan - gib uns niemals auf
- lirik lagu 青葉市子と妖精たち (aoba ichiko to youseitachi) - smile
- lirik lagu trvsh.exe - hxgvr de mierdv