lirik lagu christopher tin - iza ngomso - "come tomorrow"
[verse]
imvula izawubuya ezulwini
umphungu uphinde ube imvula namafu
imvula izawubuya ezulwini
umphungu uphinde ube imvula namafu
imvula, imvula
ndizawuqabela, ndizawuqabela
ndizawuqabela, ndizawuqabela
apho amatapha nentsimi eluhlaza
ndizawuqabela, ndizawuqabela
izikhephe ezizotyiweyo
zibhabha emoyeni
[chorus]
njengentaka, ndiyabhabha, ooh
ndibamba umoya
njengentaka, ndiyabhabha
ndibambelele ngamaphiko
iza ngomso, iza ngomso
kuzawubalela, makube ngomso
iza ngomso, iza ngomso
kuzawubalela, makube ngomso
[bridge]
kuzawubalela
iza imini
[verse]
imvula izawubuya ezulwini (kuzawubalela, kuzawubalela)
umphung′ uphinde ube imvula namafu
imvula izawubuya ezulwini (kuzawubalela, kuzawubalela)
umphung’ uphinde ube imvula namafu
[bridgе][
ndibamba, ndibamba
ndidada emhlabeni wonke
ndibamba umoya
eh, phеzu kwesantiza sendle
eh, phezu kolwandle namachibi
oh ndibamba
[chorus]
njengentaka, ndiyabhabha
njengentaka, ndiyacula
njengentaka, ndiyabhabha
ndibambelele, ngamaphiko
njengentaka, ndiyabhabha
iza ngomso, iza ngomso
kuzawubalela, makube ngomso
iza ngomso, iza ngomso
kuzawubalela, makube ngomso
[outro]
izawubalela, izawubalela
izawubalela, makube ngomso
izawubalela, izawubalela
izawubalela, makube ngomso
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu twiztid - the hell that we been through
- lirik lagu pablo zamarron ibarra - amor inolvidable
- lirik lagu divlja kruška - dva dana i ništa
- lirik lagu souchi - smooka
- lirik lagu kaymuni - i'm bigger now
- lirik lagu 50 million - downtown
- lirik lagu tune;static - who better?
- lirik lagu evergloam - shroud the sun
- lirik lagu etimat - bəlkə də
- lirik lagu nina suárez - ciudad