
lirik lagu bravo le roux & ifani - makhwenkwe
[intro: bravo le roux and ifani]
haybo, ta bravo
haybo ishu
hay mani
haybo, ifani
haybo, ta bravo
haybo ishu
[chorus]
asoze ndixole mna
ndibethwa ngabafana
bangaphezulu
lamakhwenkwe ndiyawo nyanya mna
oh bancane kunami
ndibethelwa ntoni na?
ndibethelwa ntoni na?
ngoba bancane kunami
[verse 1: bravo le roux]
okay
uta bravo really don’t play
bayandazi xa bebonke
mna span ub’suku bonke
khanijonge lo maduna
hay lomntana uyaduma
oko yen’ uhlal’ ehlupha
nee promoter ziyamfuna
nabo besithi they bigger than us (bayaxoka, mfondini)
n0ba ba jas
maybe batshaya iidrugs
ngoku die poppe saal dans
sith aba abapheth’ amakasi
kas’ kas kas’
[chorus]
asoze ndixole mna
ndibethwa ngabafana
bangaphezulu
la makhwenkwe ndiyawo nyanya mna
oh bancane kunami
ndibethelwa ntoni na?
ndibethelwa ntoni na?
ngoba bancane kunami
[verse 2:bravo le roux]
haybo
rip ku makhado
hay azisafani izitrato
mna ndikhule nama vato
bebendibiza desparado
kodwa ngoku ndingu bravo
matter of fact ta bravo
hay sho
gassed up njengo sasol
ndandi hiker from egrabouw
for iqhuba ilambo
ndiyabulela dankie bawo
zange ndalala kwi cardboard
zange ndahlala kwizi trato
[chorus]
asoze ndixole mna
ndibethwa ngabafana
bangaphezulu
la makhwenkwe ndiyawo nyanya mna
[verse 3: ifani]
oko ndaphuma ndaphuma k’la ndaw’
oko ndanyuka ndanyuka lantana
akuna ndaba ndiphumile pha
abanendaba ndiphumile pha
mna nawe sohlangana pha
singama soja sohlangana pha
emculweni siphangela aph’
ubomi bethu abuphelelang’ aph’
njenge pirates ne chiefs
thina bes’ zondana kangakaya
kodwa in real life
sekhe sadibana sekhe sa hug
sekhe sancokola sekhe salarha
isindla sam sekhe wasibamba
ndawin’ isama wandibamba isandla
wagqibo perform’a ndak’bamba isandla
akuna ndaba sidlulile pha
emculweni siphangela aph’
mna ndiyinja yoh a savage
emculweni siphangela aph’
ndi rapper raw zii metaphors
emculweni siphangela aph’
it’s like you on interviews
emculweni siphangela apha
but ubomi bethu
[chorus: bravo le roux and ifanj]
asoze ndixole mna
abuphelelanga apha
ndibethwa ngabafana
bangaphezulu
lamakhwenkwe ndiyawo nyanya mna
asoze ndixole mna
Lirik lagu lainnya:
- lirik lagu julip - fingerprint (vocoder)
- lirik lagu david fils de momone & nerod - l'air de la montagne
- lirik lagu deee-lite - runaway (sampladelic radio edit)
- lirik lagu morcheeba - we live and die
- lirik lagu weraski - постоянно врут (lie all the time)
- lirik lagu antony szmierek - service station at the end of the universe
- lirik lagu luv white - всё равно (anyway)
- lirik lagu grentperez - need you around
- lirik lagu litpapiofficial & show luciano - double double (joey badass diss)
- lirik lagu foliev - красное платье (red dress)